“Xa sezikungqingile iintshaba zakho uya kuxineka ucikideke yindlala kangangokuba ude utye nabantwana bakho obaphiwe nguNdikhoyo uThixo wakho.