Ugonyamelo olwenze eLebhanon lokufikela;uya kunkwantya yimbubho oyenzele izilwanyana.Kaloku uliphalazile igazi labantu;ewe, uyitshabalalisile imihlaba,wabhuq' iidolophu nabemi bazo.