Uya kugutyungelwa lihlazo, ingebubo ubungangamsha.Nawe sela unxile ugxadazele.Iyahamba ibhekile yomgwebo kaNdikhoyo;yofika nakuwe,ubungangamsha bakho bugutyungelwe lihlazo.