Apho kuyo ke kwafunyaniswa ukuba uModekayi wadiza iyelenqe likaBhigetan noTereshi amaphakathi okumkani awayefuna ukubulala ukumkani uAsuwerosi. La maphakathi ayengabalindi bamasango.