Testamente Endala

Testamente Entsha

Uestere 6:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ngobo busuku ukumkani waphuthelwa, waza ke wathi makuziswe incwadi yeembali zeengcombolo zolawulo lwakhe. Yeziswa ke, yafundwa esiva ukumkani.

funda isahluko epheleleyo Uestere 6

imbono Uestere 6:1 kwimeko