Ukumkani wabuza wathi: “Yeyiphi imbeko newonga uModekayi alenzelweyo ngenxa yesi senzo?”Izicaka zikakumkani ezazimlungiselela zathi: “Zange enzelwe nto.”