Testamente Endala

Testamente Entsha

Udaniyeli 12:10 Ibhayibhile (XHO96)

Abantu abaninzi baya kuhlanjululwa, bacoceke, bacikizeke; ke bona abantu abakhohlakeleyo baya kuqhubela phambili ngenkohlakalo yabo. Xa bebonke abakhohlakeleyo baya kuncitheka bangaqondi; ke zona izilumko ziya kuqonda.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 12

imbono Udaniyeli 12:10 kwimeko