Saphendula ke sona sathi: “Khawuyekelele, Daniyeli! Kaloku ezi ndaba zezakwamkhozi; zitywiniwe lide lifike ithuba lokusongwa kwamaxesha.