“Ke kaloku ukusukela kwixesha lokunqanyulwa kwamadini emihla ngemihla nelokubekwa kwelo sikizi liphanzisayo yoba yimihla eliwaka makhulu mabini namashumi alithoba.