“Ngaloo mini ndiya kuwuvusa umzi kaDavide ongamanxiwa.Ndozityabeka iimfanta zeendonga zawo,ndiwavuse loo mabhodlo, abe njengoko ayenjalo ngaphambili.