Abantu bam baya kuthatha umhlaba wamaEdom oseleyo,nalowo wezizwe ezazikade zibizwa ngegama lam.”Nguwo lowo umlomo kaNdikhoyo,yena oya kukwenza konke oku.