Ngenxa yesi senzo sakho, Thixo, ndiya kukudumisa njalo-njalo.Ndithembele kuwe kuba ulungile.Ewe, ndiya kukubhengeza phakathi kwâbo bakuthandayo.