Ke mna ndinjengomnquma oyokoyoko;ndihlala phakathi endlwini kaThixo.Ndihlala ndikholose ngezibele zothando lukaThixo;kuya kude kube ngunaphakade.