Ndikhulule kula makhamandela,ukuze ndilibonge igama lakho.Amalungisa aya kundiphahla,kuba wena undithamsanqele.