5. Ndibhenela kuwe, Ndikhoyo;kaloku wena uyinqaba yam,nguwe ibango lam kweli lizwe.
6. Sibazele iindlebe isikhalo sam,kuba kaloku ndixhwalekile.Ndihlangule kwabo banditshutshisayo;kaloku bona bomelele kunam.
7. Ndikhulule kula makhamandela,ukuze ndilibonge igama lakho.Amalungisa aya kundiphahla,kuba wena undithamsanqele.