Kaloku namaphakathi ajonga izinwe zenkosi yawo,nanjengokuba namaphakathikazi elindele izinwe kwinkosazana.Nathi ke senjenjalo ukukhangela kuwe, Ndikhoyo Thixo wethu,ude wena usenzele inceba.