Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 123:1-4 Ibhayibhile (XHO96)

1. *Ndikhoyo, ndikhangela kuwe,wena ohlala emazulwini.

2. Kaloku namaphakathi ajonga izinwe zenkosi yawo,nanjengokuba namaphakathikazi elindele izinwe kwinkosazana.Nathi ke senjenjalo ukukhangela kuwe, Ndikhoyo Thixo wethu,ude wena usenzele inceba.

3. Awu, Ndikhoyo, sikwa yimfesane;velana nathi, siyakubongoza!Koda kube nini sisisigculelo?

4. Ewe, kudala sinyamezele, sigxijwa ngabazingcayo,sidodotyaliswa ngabacinezeli abanekratshi.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 123