Makabongwe uNdikhoyo uThixo kaSirayelikususela ngoku kude kube nini-nini!Bonk' abantu mabathi: “Huntshu!”Mawubongwe wena, Ndikhoyo.