Uthe uYakobi: “Funga kuqala ukuba uza kundinika ubuzibulo.”Wafunga ke uEsawu, enikezela ngobuzibulo bakhe kuYakobi.