Wandula ke uYakobi ukumpha isonka nesophu leyo yeentlumayo. Watya, wasela; wasukuma, wemka.Kwakukangako ke ukungawaxabisi kwakhe uEsawu amalungelo akhe obuzibulo.