“Ndinyamezele, Mhlekazi,” utshilo uAbraham. “Ukuba bangamashumi mabini kuphela, kothini?”“Nokuba bangamashumi mabini, ndosisindisa isixeko,” utshilo uNdikhoyo.