Abo babanjiweyo sebeza kukhululwa;abayi kufa, koko bodla ubomi obude,bangalambi, koko baxhamle intlutha.