Mna ndinguNdikhoyo uThixo wakho;mna ndiyalushukumisa nolwandle,amaza alo atsho agragrame.Igama lam nguNdikhoyo uSomandla-onke.