Kanti umlibele na uNdikhoyo uMenzi wakho,yena wawatwabululayo amazulu,yena walisekayo ihlabathi?Ngani ukuba uhlale ngedyudyu,usoyika ingqumbo yomcinezeli?Lowo uzungula ukukutshabalalisasoze abe nako ukukuchukumisa.