Ithi ngoko intokazi engumSamariyakazi kuye, Ùthini na wena, ungumYuda nje, ukucela kum into eselwayo, ndingumSamariyakazi nje? Kuba akanabudlelane amaYuda namaSamariya.