kodwa le ibhalelwe ukuze nikholwe ukuba uYesu unguye uKristu,* uNyana kaThixo, nokuze nithi, nikholwa, nibe nabo ubomi egameni lakhe.