Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyohane 18:37 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke uPilato kuye, Hina ke, ungukumkani na wena? Waphendula uYesu wathi, Nawe uthi ndingukumkani. Mna ndizalelwe oku; ndizele oku ehlabathini, ukuze ndiyingqinele inyaniso. Bonke abangabenyaniso bayaliva ilizwi lam.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 18

imbono Uyohane 18:37 kwimeko