Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyohane 12:50 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiyazi nokwazi ukuba umthetho wakhe lowo bubomi obungunaphakade. Ngoko izinto endizithethayo mna, njengoko uBawo andixeleleyo, ndenjenjalo ukuzithetha.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 12

imbono Uyohane 12:50 kwimeko