Testamente Endala

Testamente Entsha

Umateyu 9:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baza bafika kuye abafundi bakaYohane, besithi, Kungani na ukuba sizile ukudla kaninzi, thina nabaFarisi, kanti bona abafundi bakho abakuzili?

funda isahluko epheleleyo Umateyu 9

imbono Umateyu 9:14 kwimeko