Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabaseroma 1:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. UPawulos, umkhonzi kaYesu Kristu, umpostile* owabizwayo, wahlulelwa ukuvakalisa iindaba ezilungileyo zikaThixo,

2. awazidingayo ngenxa engaphambili ngabo abaprofeti bakhe ezibhalweni ezingcwele,

3. ebhekisele kuNyana wakhe, owazalwa engowembewu kaDavide ngokwenyama,

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 1