Yayingoobani na ke awakruquka ngabo iminyaka emashumi mané? Yabingengabo na abo bonayo, bazidumbu zawayo entlango?