Ke kaloku ngaloo mihla, bakubon' ukuba bayanda abafundi, kwabakho ukukrokra kwawesiGrike amaYuda ngakwawesiHebhere, ngokuba abahlolokazi bawo babesiléla ekulungiselelweni kwemihla ngemihla.