Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kwabasekorinte 11:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kanene aninazindlu na zokudlela nokusela? Okanye nidela ibandla likaThixo na, nibadanisa nje abangenanto? Ndíthini na kuni? Ndínidumise na kule nto? Andinidumisi.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 11

imbono 1 Kwabasekorinte 11:22 kwimeko