Testamente Endala

Testamente Entsha

Uzekariya 7:4-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. Kwafika ilizwi likaYehova wemikhosi kum, lisithi,

5. Thetha kubantu bonke belizwe eli, nakubabingeleli, uthi, Oko benizila ukudla, nilila, ngenyanga yesihlanu nangeyesixhenxe, iminyaka ke engamashumi asixhenxe, ukuzila oko benizilela mna na?

6. Xa benisidla naxa benisela, bekungàdli nina na, bekungàseli nina na?

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 7