Wawawisela umthetho, esithi, Yabonani, ningábalaleli kuwo umzi, emva komzi; musani ukuba kude kakhulu kuwo umzi, lungani nonke niphela.