Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 8:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wesuka uYoshuwa nabantu bonke bokulwa, wenyuka, waya eAyi. UYoshuwa wanyula amadoda angamagorha anobukroti, angamashumi amathathu amawaka, wawasusa ngobusuku.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:3 kwimeko