Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 23:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ekuwugqitheni umnqophiso kaYehova uThixo wenu, aniwisele wona, naya nakhonza thixo bambi, nabanqula, wóvutha umsindo kaYehova kuni, nicinywe kamsinya emhlabeni olungileyo aninikileyo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 23

imbono Uyoshuwa 23:16 kwimeko