Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 13:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

bonke abemi beentaba, kuthabathela eLebhanon kuse eMisrefoti-mayim, onke amaTsidon; endiya kubagqogqa phambi koonyana bakaSirayeli. Wòthi ke wena ulabele amaSirayeli ngeqashiso ukuba libe lilifa, njengoko ndakuwiselayo umthetho.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 13

imbono Uyoshuwa 13:6 kwimeko