Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 10:14-16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

14. Akuzanga kubekho mini injengaleyo, phambi kwayo nangasemva kwayo, ngokokude uYehova aliphulaphule izwi lomntu; ngokuba uYehova wawalwela amaSirayeli.

15. Wabuya uYoshuwa, enamaSirayeli onke, waya eminqubeni eGiligali.

16. Basaba abo kumkani bahlanu, bazimela emqolombeni eMakeda.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10