Lathi nqumama ke ilanga, yema inyanga,Lwada uhlanga lwaziphindezelela ezintshabeni zalo.Oku akubhalwanga na eNcwadini yOthe Tye? Lema ke ilanga esazulwini sezulu, alangxama ukutshona, yangathi yimini iphela.