Ndikuthiyéle, wabanjiswa nokubanjiswa, Bhabheli, ungâzi ke wena; ùfunyenwe, wathinjwa nokuthinjwa, ngokuba ulwe noYehova.