Xa ùgidime nabeenyawo, bakudinisa, wòthini na ukushiyiselana namahashe? Xa ukholose ngelizwe elinoxolo, wòthini na ekweneni kweYordan?