Testamente Endala

Testamente Entsha

Urute 1:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku kwathi ngemihla yokulawula kwabagwebi, kwabakho indlala elizweni. Yahamba indoda yaseBhetelehem yakwaYuda, yaza yaphambukela elizweni lakwaMowabhi, yona nomkayo, noonyana bayo bobabini.

funda isahluko epheleleyo Urute 1

imbono Urute 1:1 kwimeko