Testamente Endala

Testamente Entsha

Uobhadiya 1:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Musa ukukhangela kwimini yomninawa wakho ngemini yeshwangusha lakhe, ungabavuyeleli oonyana bakaYuda ngemini yenkxwaleko yabo; ungàsineki ngemini yembandezelo.

funda isahluko epheleleyo Uobhadiya 1

imbono Uobhadiya 1:12 kwimeko