Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 10:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abanye abantu, ababingeleli, nabaLevi, nabamasango, neemvumi, nabakhonzi betempile, nabo bonke ababezahlule kwizizwe zamazwe, beza emyalelweni kaThixo; abafazi babo, noonyana babo, neentombi zabo, bonke abasebenokwazi nokuqonda.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 10

imbono Unehemiya 10:28 kwimeko