Esikhundleni somqaqoba kuya kuphuma imisedare,* esikhundleni serhawu kuya kunyuka imimirtile;* oko kube ligama kuYehova, nomqondiso ongunaphakade ongayi kunqanyulwa.