Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 47:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ziya kukuzela ezo zinto zombini ngephanyazo, ngamini-nye, ukungabi nabantwana nobuhlolokazi; ziya kukuzela ngokugqibelela kwazo ebuninzini bokukhafula kwakho, enkitheni eninzi yomabophe bakho.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 47

imbono Uisaya 47:9 kwimeko