Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 47:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ukholose ngezinto zakho ezimbi, wathi, Akukho undibonayo; ubulumko bakho nokwazi kwakho kúko okukuphambanisileyo; wathi entliziyweni yakho, Ndim kwaphela, akukho wumbi.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 47

imbono Uisaya 47:10 kwimeko