Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 41:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ùya kuwafuna, ungawafumani, amadoda aphikisana nawe; aya kuba yinto engento, engekhoyo, amadoda alwa nawe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 41

imbono Uisaya 41:12 kwimeko