Ngemini yokutyala kwakho wawubiyela, kusasa wayityatyambisa imbewu yakho — sisitha sokwindla eso ngemini yesifo, nomvandedwa obulalayo.